Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

IsiThyilelo 13:16-17

IsiThyilelo 13:16-17 CXB24

Lenza ukuba bonke, abancinane nabakhulu, abazizityebi nabangamahlwempu, abakhululekileyo nabangamakhoboka, ukuba baphawulwe esandleni sabo sokunene, nokuba kusebunzi; Kwaye ukuze kungabikho bani unako ukuthenga nokuthengisa, ingenguye lowo unophawu, nokuba ligama lerhamncwa, nokuba linani legama lalo.