Zite intlanga zaqumba, kufikile ke umsindo wako, nexesha labafileyo, ukuba bagwetywe, nokuba unike umvuzo wazo kwizicaka zako abaprofite, nakubo abangcwele, nakubo abaloyikayo igama lako, kubo abancinane nakubo abakulu, uze ubabubise abo bawububisayo umhlaba.
Funda Isityilo sika‐Johane 11
Share
Compare All Versions: Isityilo sika‐Johane 11:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos