Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ISITYHILELO 11:18

ISITYHILELO 11:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Iintlanga zaqumba, Yeza ingqumbo yakho, Leza nexesha labo bafileyo ukuba bagwetywe, Nelokubanika umvuzo wabo abakhonzi bakho abaprofeti, nabo bangcwele, Nabo baloyikayo igama lakho, abancinane nabakhulu, Nelokonakalisa abo bawonakalisayo umhlaba.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 11

ISITYHILELO 11:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Izizwe zagragrama; ke yona imini yempindezelo ifikile, abafileyo baza kugwetywa. *Abashumayeli, izicaka zakho, baza kwamkela, usapho lwakho, abakhulu kwanabanci, bebonke abakuthobelayo. Ewe, lifikile ixesha lokubatshabalalisa abo batshabalalisa ihlabathi!”

Yabelana
Funda ISITYHILELO 11

ISITYHILELO 11:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Zaqumba iintlanga, lafika ingqumbo yakho, nexesha labafileyo lokuba bagwetywe, nokuba ubanike umvuzo kubakhonzi bakho abaprofeti, nabangcwele, nabo baloyikayo igama lakho, abancinane, kwaye mkhulu; kwaye uya kubatshabalalisa abo bawonakalisayo umhlaba.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 11

ISITYHILELO 11:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Zite intlanga zaqumba, kufikile ke umsindo wako, nexesha labafileyo, ukuba bagwetywe, nokuba unike umvuzo wazo kwizicaka zako abaprofite, nakubo abangcwele, nakubo abaloyikayo igama lako, kubo abancinane nakubo abakulu, uze ubabubise abo bawububisayo umhlaba.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 11
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo