Izizwe zagragrama; ke yona imini yempindezelo ifikile, abafileyo baza kugwetywa. *Abashumayeli, izicaka zakho, baza kwamkela, usapho lwakho, abakhulu kwanabanci, bebonke abakuthobelayo. Ewe, lifikile ixesha lokubatshabalalisa abo batshabalalisa ihlabathi!”
Funda ISITYHILELO 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ISITYHILELO 11:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo