YEHOVA! ndazise indlela zako, ndifundise imikwa yako. Ndikokele enyanisweni yako, undifundise: ngokuba wena UNGUTIXO wosindiswa lwam; ndikangela kuwe imini yonke. Kumbula, YEHOVA! inceba zako, nezibele zako, ngokuba kungunapakade zikoyo.
Funda Amaculo 25
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 25:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo