Ndázise iindlela zakho, Yehova, Ndífundise umendo wakho. Ndínyathelise enyanisweni yakho, undifundise; Ngokuba ùnguThixo ongumsindisi wam; Ndithembé wena yonke imihla. Khumbula iimfesane zakho, Yehova, neenceba zakho; Ngokuba kususela kwaphakade zikho.
Funda IINDUMISO 25
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 25:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo