Amaculo 120
120
ICULO CXX.
Iculo lezinyuko.
1EKUBANDEZELWENI kwam ndabiza kuyehova, wandipendula ke. 2Yehova! hlangula umpefumlo wam emlonyeni wobuxoki, naselulwimini olukohlisayo. 3Yinto nina eya kunikwa kuwe? yinto nina eya kwongezwa kuwe, lulwimindini olukohlisayo? 4Intolo ezibukali zegoṙa, kunye namalahle emiti yeroteme.
5Hai ubunzima bam, ndingowasemzini kwa‐Mesheki nje, ndihleli eziutenteni zakwa‐Kedare! 6Kakulu umpefumlo wam uhleli nolutiyayo uxolo. 7Ndingowoxolo mna; kodwa nxa nditetayo, sebengabemfazwe bona.
Currently Selected:
Amaculo 120: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.