Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Ivangeli ka‐Mateyu 23:11-12

Ivangeli ka‐Mateyu 23:11-12 XHO1902A

Omkulu pakati kwenu makabe ngumkonzi wenu. Oya kuzipakamisa, uya kutotywa; noya kuzitoba, uya kupakanyiswa.