UMATEYU 23:11-12
UMATEYU 23:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Omkhulu ke kuni makabe ngumlungiseleli wenu. Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nosukuba ezithoba uya kuphakanyiswa.
Share
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Omkhulu ke kuni makabe ngumlungiseleli wenu. Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nosukuba ezithoba uya kuphakanyiswa.
Share
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Omkhulu kuni makabe sisicaka senu. Lowo uziphakamisayo uya kuthotywa, athi lowo uzithobayo aphakanyiswe.”
Share
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:11-12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Omkhulu ke kuni makabe ngumlungiseleli wenu. Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nozithobayo uya kuphakanyiswa.
Share
Funda UMATEYU 23