Waza watabata isonka, wabulela, waqezula, wabanika, esiti: Esi singumzimba wam, onikelwa nina; kwenzeni oku kube kukukunjulwa kwam. Ngokunjalo watabata nendebe emveni kwokuba kudliwe, esiti: Lendebe ilucebano olutsha egazini lam, elipalazelwa nina.
Funda Ivangeli ka‐Luke 22
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Luke 22:19-20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos