ULUKA 22:19-20
ULUKA 22:19-20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathabatha isonka, wathi akubulela waqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kwangokunjalo nayo indebe wayithabatha, kwakukhovwa ukudliwa, esithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam, eliphalalela nina.

ULUKA 22:19-20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo [onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.” Bakugqiba ukutya wayithatha kwangokunjalo nendebe, wathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa kukuphalala kwegazi lam.]
ULUKA 22:19-20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathabatha isonka, wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kwangokunjalo nayo indebe wayithabatha, kwakukhovwa ukudliwa, esithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam, eliphalalela nina.
ULUKA 22:19-20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza watabata isonka, wabulela, waqezula, wabanika, esiti: Esi singumzimba wam, onikelwa nina; kwenzeni oku kube kukukunjulwa kwam. Ngokunjalo watabata nendebe emveni kwokuba kudliwe, esiti: Lendebe ilucebano olutsha egazini lam, elipalazelwa nina.