Ilanga nenyanga zoba mnyama, nenkwenkwezi ziya kufinyeza ukukanya kwazo. Waeya kugquma UYEHOVA e‐Ziyone, aku̔pe ilizwi lake e‐Yerusaleme; kwongcangcazela amazulu nomhlaba: kodwa UYEHOVA yindawo yokupepela kubo abantu bake, nenqaba kulo usapo luka‐Sirayeli.
Funda U‐Joweli 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Joweli 3:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo