U‐Jobi 25
25
1WANDULA wapendula u‐Biledadi um‐Shuha, wati:
2Ubukosi nolwoyikeko lunaye; uyalwenza uxolo ezinyangweni zake. 3Kungabalwa na imikosi yake? kanjalo kupezu kwobanina kungapumiyo ukukanya kwake? 4Angati nina ke umntu ukuba nokulunga pambi kwotixo? angati nina ke ukuba nokuhlambuluka ozelweyo ngumfazi? 5Bona ke, kwa inyanga, ayikanyi ke; nenkwenkwezi, azimhlope emehlweni ake. 6Kancinane kangakananina ngakumbi ke umntu — into eyimpetu! nonyana woluntu — into engumsundu!
Ekhethiweyo ngoku:
U‐Jobi 25: XHO1902A
Qaqambisa
Yabelana
Kopa

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.