1
U‐Jobi 25:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ubukosi nolwoyikeko lunaye; uyalwenza uxolo ezinyangweni zake.
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 25:2
2
U‐Jobi 25:5-6
Bona ke, kwa inyanga, ayikanyi ke; nenkwenkwezi, azimhlope emehlweni ake. Kancinane kangakananina ngakumbi ke umntu — into eyimpetu! nonyana woluntu — into engumsundu!
Phonononga U‐Jobi 25:5-6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo