U‐Jobi 25:5-6

U‐Jobi 25:5-6 XHO1902A

Bona ke, kwa inyanga, ayikanyi ke; nenkwenkwezi, azimhlope emehlweni ake. Kancinane kangakananina ngakumbi ke umntu — into eyimpetu! nonyana woluntu — into engumsundu!