Ivangeli ka‐Johane 3:16-17

Ivangeli ka‐Johane 3:16-17 XHO1902A

Ngokuba UTIXO walitanda ilizwe kangaka, wada wanika unyana wake okupela kwozelweyo, ukuze osukuba ekolwa kuye angabubi, koko abe nobomi obungunapakade. Ngokuba UTIXO engatumanga unyana wake elizweni, ukuze aligwebe ilizwe; koko wamtuma ukuze ilizwe lisindiswe ngaye.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Ivangeli ka‐Johane 3:16-17