UYOHANE 3:16-17
UYOHANE 3:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo. Kuba kaloku uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini ukuze aligwebe, koko wamthuma ukuze abe nguMsindisi walo.
UYOHANE 3:16-17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade. Kuba uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini, ukuze aligwebe ihlabathi; ukuze ihlabathi lisindiswe ngaye.
UYOHANE 3:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade. Kuba uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini, ukuze aligwebe ihlabathi; wamthuma ukuze ihlabathi lisindiswe ngaye.
UYOHANE 3:16-17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba UTIXO walitanda ilizwe kangaka, wada wanika unyana wake okupela kwozelweyo, ukuze osukuba ekolwa kuye angabubi, koko abe nobomi obungunapakade. Ngokuba UTIXO engatumanga unyana wake elizweni, ukuze aligwebe ilizwe; koko wamtuma ukuze ilizwe lisindiswe ngaye.