Wayesiti u‐Samsone: Umpefumlo wam maufe kunye nama‐Filistiya! Waza wazigoba ngamandla: yati indlu yawa pezu kwazo inkosi, napezu kwabo bonke abantu abebekuyo. Kwa njalo abafileyo owabafisayo ekufeni kwake, bebebaninzi pezu kwabo abebafisile ekudleni kwake ubomi.
Funda Abagwebi 16
Share
Compare All Versions: Abagwebi 16:30
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos