Incwadi ka‐Yakobi 3:17-18
Incwadi ka‐Yakobi 3:17-18 XHO1902A
Kodwa ubulumko obuvela pezulu buti ke ukuqala bucocekile, band’ ukuba luxolo, butambile, bucengeka kakuhle, buzele bububele nezixakato ezilungileyo, bungenakwahlula, bungenakuhanahanisa. Kekaloku isixakato sobulungisa siyahlwayelwa eluxolweni ngabo abalwenzayo uxolo.