Kodwa ke bona ubulumko obuvela phezulu bumsulwa; bunolungelelwano, nobubele, buyazelelela. Bona bunovelwano, yaye buvelisa imisebenzi emihle; abunamkhethe naluhanahaniso. Ke bona abahlwayeli boxolo abaseluxolweni bavuna ubulungisa.
Funda EKAYAKOBI 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EKAYAKOBI 3:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo