Ngokuba umntu oya kuti, noko aya kugcina umteto wonke, aposise ngendawo inye, uyamelwa lityala ngazo zonke. Ngokuba yena watshoyo ukuti: Ungaṙexezi, watsho nokuti: Ungabulali. Kekaloku ukuba uya kuti, nangona ungayi kuṙexeza, ubulale, usel’ ungumgqiti womteto. Nenje njalo ukuteta, nenje njalo ukwenza, njengabo abaya kugwetywa ngawo umteto wenkululeko. Ngokuba eya kuba nokugwetywa okungenabubele lowo ungenzanga ngobubele: kanti ububele buyavuyelela ukugweba.
Funda Incwadi ka‐Yakobi 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Yakobi 2:10-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo