Incwadi ka‐Yakobi 1:13-15

Incwadi ka‐Yakobi 1:13-15 XHO1902A

Makangatsho umntu akuzingwa ukuti: Ndizingwa NGUTIXO: ngokuba UTIXO engazingeki kokukohlakeleyo; kanjalo yena ngokwake akazingi mntu. Kodwa umntu uyazingwa, akuti akukuliswe yeyake inkanuko, ahendwe. Yandule yona inkanuko nxa ikaulileyo izale isono; siti ke isono sakugqitywa sizale ukufa.