Ngokuba, njengokuba isihla imvula nengqweqwe ezulwini, ize ingabuyeli kona, koko iwunyela umhlaba, iwenze ukuba uvelise nokuba uhlumise, ukuze unike imbewu kuye ohlwayelayo, nesonka kuye odlayo; loba njalo ilizwi lam, elipumayo emlonyeni wam; aliyi kubuyela kum lingenanto; kodwa liya kufeza oko endikutandayo, laliya kutamsanqeleka koko endituma ngako.
Funda U‐Yisaya 55
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 55:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo