U‐Yisaya 40:10

U‐Yisaya 40:10 XHO1902A

Bona ke, INKOSI e NGUYEHOVA iya kuza inamandla, nengalo yayo yoyipatela ubukosi; bona ke, umvuzo wayo unayo, nenzuzo yayo isebusweni bayo.