UISAYA 40:10
UISAYA 40:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uyabona, iNkosi uYehova iya kuza, ingowomeleleyo, ingalo yayo iyilawulela. Uyabona, umvuzo wayo inawo, nomsebenzi wayo uphambi kwayo.
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku iNkosi uNdikhoyo iza ngokomelela; iya kutsho ngolawulo olungqongqo. Kananjalo iphethe neziqhamo zomsebenzi wayo; ewe, ihamba nebuyambo lemigudu yayo.
Yabelana
Funda UISAYA 40