UISAYA 40:10

UISAYA 40:10 XHO96

Kaloku iNkosi uNdikhoyo iza ngokomelela; iya kutsho ngolawulo olungqongqo. Kananjalo iphethe neziqhamo zomsebenzi wayo; ewe, ihamba nebuyambo lemigudu yayo.