Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:23-25

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:23-25 XHO1902A

siti imvumelo yetemba letu siqinise ukuyibamba ingenakushukuma; ngokuba enyanisekile lowo owabeka amadinga: siti kanjalo sikumbulelane ukuba sivuselele utando nemisebenzi elungileyo: singashiyi nje ukuzihlanganisana kwetu, njengokuba linjalo isiko lenxenye, koko siyalana: nisenje njalo kakulu ngakumbi, njengoko nibonayo ukuba umhla uyasondela.