I‐Genesise 12:1-3

I‐Genesise 12:1-3 XHO1902A

KEKALOKU UYEHOVA ebetshilo ku‐Abrame ukuti: Hamba, umke elizweni lakowenu, nasesalamaneni sako, nasendlwini kayihlo, uye elizweni endiya kukubonisa lona. Ndaye ndiya kukwenza ube sisizwe esikulu, ndikutamsanqele, ndilenze likulu igama lako; uze ube litamsanqa ke. Ndandiya kutamsanqela abo abatamsanqela wena, nalowo okuqalekisayo ndiya kuqalekisa yena; kanjalo ziya kutanyusanqelwa ngawe zonke izizalwane zomhlaba.