U‐Hezekile 6:9

U‐Hezekile 6:9 XHO1902A

Kanjalo abasindileyo benu baya kundikumbula pakati kwezizwe, apo baya kutinjelwa kona, nxa ndiyiqekeza intliziyo yabo eṙexezayo, epambukileyo kum, namehlo abo aṙexezelayo emva kwezitixwana zabo; babeya kuzidela ngokwabo ngenxa yezikohlakalo abazenzileyo ngazo zonke izinto zabo ezibuntshontsho.