Kanjalo abasindileyo benu baya kundikumbula pakati kwezizwe, apo baya kutinjelwa kona, nxa ndiyiqekeza intliziyo yabo eṙexezayo, epambukileyo kum, namehlo abo aṙexezelayo emva kwezitixwana zabo; babeya kuzidela ngokwabo ngenxa yezikohlakalo abazenzileyo ngazo zonke izinto zabo ezibuntshontsho.
Funda U‐Hezekile 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 6:9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo