Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 5:1-2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 5:1-2 XHO1902A

Yitini ngoko nibe ngabalandeli BAKATIXO, njengabantwana abatandiweyo; nihambe elutandweni, njengokuba no‐Kristu wasitandayo tina, wazinikela ngenxa yetu, umnikelo nedini KUTIXO, abe livumba elimnandi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 5:1-2