Ababini bagqitisele oyedwa; ngokuba benomvuzo olungileyo ngenxa yomzamo wabo. Ngokuba, nxa bawayo, omnye eya kupakamisa umlingane wake: kodwa au yena oyedwa owayo, kungeko nje owesibini ukuba amsukise! Kanjako, ukuba ababini bayalalana, bandule ukufudumala; kodwa oyedwa, angati nina ukufudumala? Kanjalo ukuba umntu uyeyisa yena oyedwa, ababini baya kuma pambi kwake; uti umsonto osontiweyo katatu ungaqaulwa kamsinya.
Funda Umshumayeli 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Umshumayeli 4:9-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo