NXA kuvuka pakati kwenu umprofite, umhlaumbi umpupi wamapupa, okunikayo umqondiso, umhlaumbi ummangaliso; uze uhle lomqondiso, umhlaumbi lommangaliso, abeteta ngawo kuwe, esiti: Masilandele otixo bambi, abo ungabazanga, sibakonze; akuyi kupulapula kuwo amazwi alomprofite, umhlaumbi kuye lompupi wamapupa: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, enilinga, ukuze azi ukuba niyamtanda UYEHOVA, UTIXO wenu, ngayo yonke intliziyo yenu, nangawo wonke umpefumlo wenu, kusinina.
Funda I‐Duteronomi 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 13:1-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo