Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 3:18-21

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 3:18-21 XHO1902A

Nina bafazi! lulamelani kwawenu amadoda, njengokuba kufanelekile ENKOSINI. Nina madoda! tandani abafazi benu, nize ningabi buṙaṙa ngakubo. Nina bantwana! yivani abazali benu ngenxa zonke; ngokuba oku kukolekile ENKOSINI. Nina boyise! ningacapukisi abantwana benu, ukuze bangadani.