Wandula wapendula u‐Hamose wati ku‐Amatsiya: Bendingenguye umprofite, bendingenguye nonyana womprofite: kodwa bendingumalusi wenkomo, nombuti wamakiwane: waza wanditabata UYEHOVA ekulandeleni umhlambi, waye UYEHOVA esiti kum: Hamba, profitesha ebantwini bam o‐Sirayeli.
Funda U‐Hamose 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hamose 7:14-15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo