Baza bamgibisela u‐Stefane ngamatye, ebiza kuyo i‐Nkosi, esiti nokuti: NKOSI Yesu! yamkela umoya wam. Waza waguqa ngamadolo, wadanduluka ngelizwi elikulu, esiti: NKOSI! ungamisi kubo esisono. Wati akuba etshilo walala ubutongo.
Funda Izenzo zabapostile 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Izenzo zabapostile 7:59-60
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo