esiti: Asaniyalela kunene na ukuba ningafundisi ngeligama? kanti bona ke, niyizalisile i‐Yerusaleme ngemfundiso yenu, nifuna ukunga ningalizisa pezu kwetu igazi lalomntu kanjako. Kodwa u‐Petrosi nabanye abapostile bapendula bati: Kufanele ukupulapula UTIXO ngapezu kwabantu. UTIXO wobawo betu wamvusa u‐Yesu, enati nina nambulala nimxo̔mile emtini. Yena lo UTIXO umpakamisele kwesokunene sake abe yinkosi nomsindisi, ukuba anike uguquko ko‐Sirayeli noxolelwa lwezono. Nati singamanqi̔na ake ngezizinto; kwa NOMOYA OYINGCWELE kanjalo, ate UTIXO wamnika kubo abampulapulayo.
Funda Izenzo zabapostile 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Izenzo zabapostile 5:28-32
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo