Eyesibini ka‐Samyali 7:22

Eyesibini ka‐Samyali 7:22 XHO1902A

Ngako oko wena umkulu, YEHOVA, TIXO! ngokuba kungeko onjengawe, kanjako akuko UTIXO ngapandle kwako, njengako konke esikuvileyo ngendlebe zetu.