USAMUWELI II 7:22
USAMUWELI II 7:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yoko ùmkhulu, Yehova Thixo; ngokuba akukho unjengawe; akukho Thixo ngaphaya kwakho, njengoko konke sikuvileyo ngeendlebe zethu.
Yabelana
Funda USAMUWELI II 7USAMUWELI II 7:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Yiyo ke loo nto ndithi umkhulu, wena Ndikhoyo Nkosi yam. Akukho onjengawe, kungekho naThixo ngaphandle kwakho, njengoko sazivelayo ngezi zethu iindlebe.
Yabelana
Funda USAMUWELI II 7USAMUWELI II 7:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngako oko umkhulu, Yehova Yehova, ngokuba akukho unjengawe, akukho Thixo ingenguwe, njengoko sikuvileyo ngeendlebe zethu.
Yabelana
Funda USAMUWELI II 7