Kwaza kwati ngexesha lokuhlwa, wesuka u‐Davide emandlalweni wake, wahamba pezu kwesifulelwa sendlu yokumkani; wati esesifulelweni wabona umfazi ezihlamba: kekaloku umfazi lowo ebemhle kakulu ukubonakala kwake. Waza watuma u‐Davide, wabuza ngalomfazi. Kwaye kusitwa: Lo asi nguye na u‐Batesheba, intombi ka‐Elihame, umfazi ka‐Huriya um‐Hete?
Funda Eyesibini ka‐Samyali 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini ka‐Samyali 11:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo