Lulo olu ke utando, lwokuba sihambe ngokwemiyalelo yake. Nguwo lo umyalelo: Lwokuba niti, njengokuba benivile kwa sekuqaleni, nihambe kulo. Ngokuba abakohlisi abaninzi bengene elizweni, abangavumiyo u‐Yesu Kristu ukuba ubesiza enyameni. Onjalo ungumkohlisi no‐Antikristu. Zilumkeleni, ukuze singalahlekani nezozinto sizisebenzileyo, siti samkele umvuzo ozalisekileyo. Osukuba epambuka, engahlali elufundisweni luka‐Kristu, akanaye UTIXO. Ohlalayo elufundisweni luka‐Kristu, yena lo u NOYISE kwa NONYANA.
Funda Eyesibini incwadi ka‐Johane 1
Share
Compare All Versions: Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:6-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos