Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9 XHO1902A

Ngokuba nilwazi ufefe LWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ukuba wati, nangona ebebutyebi, waba buhlwempu ngenxa yenu, ukuze nina ngobuhlwempu bake nibe butyebi.