kwaza kwati, xeshekweni abahlokomisi nabaculi benza kunye, kuze kuvakaliswe ilizwi linye ekumdumiseni nasekumbuleleni UYEHOVA; naxeshekweni bapakamisayo ilizwi ngamaxilongo, nangesimbali, nangezinto zokuculisa, nangokumdumisa UYEHOVA, besiti: Ngokuba elungile; ngokuba ububele bake bungunapakade: yandula indlu yazaliswa ngelifu, indlu KAYEHOVA; bada bakohlwa abaperisite kukuma ukukonza ngenxa yelifu elo; ngokuba ubungcwalisa BUKAYEHOVA bebuzalisile indlu KATIXO.
Funda Eyesibini yezikronike 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini yezikronike 5:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo