Eyesibini yezikronike 19:7

Eyesibini yezikronike 19:7 XHO1902A

Ngako kaloku ulwoyiko LUKAYEHOVA malube pezu kwenu: lumkani neuze ke; ngokuba kungeko NOYEHOVA, UTIXO wetu, ubumenemene, nokubuka ubuso, nokwamkela amabaso.