IZIKRONIKE II 19:7
IZIKRONIKE II 19:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke ukoyikwa kukaYehova makube phezu kwenu; yenzani ngobulumko; ngokuba akukho bugqwetha kuYehova uThixo wethu, nakukhetha buso, nakwamkela sicengo.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 19IZIKRONIKE II 19:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke mhloneleni uNdikhoyo. Ze nigwebe ngenyameko, kuba yena uNdikhoyo uThixo wethu akayenzi into engekho mthethweni; akanagobe, yaye ke akanyobeki.”
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 19