Kekaloku umoya okohlakeleyo KAYEHOVA waba pezu kwo‐Saule, nxa abehleli endlwini yake, enentshuntshe yake esandleni sake; waye u‐Davide wabeta uhadi ngesandla. Waza u‐Saule wafuna ukumbetela u‐Davide ngentshuntshe kwa seludongeni; kodwa wanyebeleza ebusweni buka‐Saule, owabetela intshuntshe eludongeni; wati u‐Davide wabaleka, wasinda ngobobusuku.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala ka‐Samyali 19:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo