Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 5:5-6
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 5:5-6 XHO1902A
Ngokunjalo, nina batsha! lulamelani kubo abadala. Ewe nonke lulamelani omnye kwomnye, nambate ukutobeka kwentliziyo: ngokuba UTIXO emelana nabaner̔atshi, kodwa abatobekileyo uyabapa ufefe. Zitobeni ngoko ngapantsi kwaso isandla esinamandla SIKATIXO, ukuze anipakamise ngexesha elifanelekileyo