Kanjalo wena ukuba uya kuhamba pambi kwam, njengokuba ebehamba u‐Davide uyihlo wako, ngolungelelwano lwentliziyo, nangokulungisa, ukwenza ngako konke endikuyaleleyo; nokuba uya kugcina izimiselo zam nezigwebo zam: ndiya kwandula ndiqinise Iterone yobukumkani bako pezu kwo‐Sirayeli kude kube ngunapakade; njengokuba benditeta ku‐Davide uyihlo wako, ndisiti: Akuyi kukunqamkela indoda pezu kweterone yakwa‐Sirayeli.
Funda Eyokuqala yokumkani 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala yokumkani 9:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo