Ukuba uthe wahamba nam, njengoko wahamba ngako uDavide uyihlo, ngentliziyo ethe tye, nangobulungisa, ukwenze konke endikuwisele umthetho ngako, uyigcine imithetho yam nemimiselo yam; Ke kaloku ndiya kuyiqinisa itrone yobukumkani bakho phezu koSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndathembisa uyihlo uDavide ndisithi, ‘Akuyi kunqunyukelwa ndoda etroneni yakwaSirayeli.
Funda oOKumkani 1 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: oOKumkani 1 9:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo