Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:6-9

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:6-9 XHO1902A

Kanti siyateta ubulumko pakati kwabafezekileyo; kodwa ubulumko obungebubo obelilizwe likoyo, obungebubo nobabapati belilizwe likoyo, abatshabalalayo: koko sibuteta ubulumko BUKATIXO emfihlakalweni, obo bufihlelweyo, owabete UTIXO pambili engekabiko amaxesha akudala wabumisela ubungcwalisa betu: okungeko namnye wabapati belilizwe likoyo obazileyo: ngokuba bona ukuba bebebazile, ngebengayikuruseshanga INKOSI yobungcwalisa. Koko, njengokuba kuba̔liwe: Izinto ezingabonwanga liliso, nezingaviwanga yindlebe, nezingangenanga entliziyweni yomntu, zezi izinto UTIXO azilungisele abo bamtandayo.